Psalms 106:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ndibone ubutamsanqa babaqashwa bako, ndivuye ngovuyo lwesizwe sako, ndiziqa̔yisele ndawonye nelifa lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuze ndibone inyhweba yabanyulwa bakho, Ndivuye ekuvuyeni kohlanga lwakho, Ndiqhayise kunye nelifa lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuze ndibone inyhweba yabanyulwa bakho, Ndivuye ekuvuyeleleni kwabantu bakho, Ndiqhayise ngelifa lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nam maze ndiyibon' inkqubela yabanyulwa bakho, ndize ndivuye kunye nabantu bakho, ndilixhamle ibhongo neqhayiya labantu bakho.