Psalms 107:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abazidenge ngenxa yokugqita kwabo, nangenxa yenkohlakalo zabo, bayabandezelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abamathileyo, ngenxa yendlela yokukreqa kwabo, Nangenxa yobugwenxa babo, bacinezelwa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izimathane zicudiswa lukreqo lwazo nangenxa yobugwenxa babo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bambi babencithekile ngenxa yezono zabo; ngenxa yobugwenxa babo babexhwalekile.