Psalms 107:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati, belambile benxaniwe, umpefumlo wabo wawa pakati kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Belambile, benxaniwe, Watyhafa phakathi kwabo umphefumlo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlala nokunxanwa kwawenza watyhafa umoya wabo phakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, babelamba benxanwa; kwakugos' okwaphukayo beyoba.