Psalms 108:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndokudumisa, Yehova! pakati kwezizwe; ndandiya kucula kuwe pakati kwentlanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubulela kuwe phakathi kwezizwe, Yehova, Ndikubethele uhadi phakathi kwezizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yehova, ndiya kukubonga phakathi kweentlanga, ndiya kukudumisa phakathi kweentlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kukuncoma phakathi kweentlanga, *Ndikhoyo; ewe, ndokudumisa naphakathi kwezizwe.