Psalms 109:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Njengokuba ebetanda ukuqalekisa, kwa njalo kwoza kuye: njengokuba engatandanga ukutamsanqelisa, kwa njalo kwoba kude naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewe, wathanda ukuqalekisa, kwamfikela; Akakufuna ukusikelela, kwakhwelela kude kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko wayethanda ukuqalekisa, kwamfikela; njengoko engakuvuyeli ukusikelelwa, makube kude kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayengumqalekisi, naye ke makaqalekiswe; zange athamsanqele, naye ke makangakuzuzi.