Psalms 109:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mabaqalekise bona, kodwa zutamsanqelise wena; mabati bona bakuvuka, badaniswe; siti kodwa isicaka sako sivuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayaqalekisa aba, uyasikelela wena; Besukile bema, baya kudana; uya kubuya yena umkhonzi wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makaqalekise bona, akusikelele wena; ukuba bathe bema, mabadane; kodwa makavuye umkhonzi wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mabathi bendiqalekisa nje, ube wena undithamsanqela; bathi ntimfa ngehlazo abo bandihlaselayo. Mna ke sicaka mandiphuphume yimincili.