Psalms 109:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abayimpi kum mabavatiswe ngehlazo, mabambate idano labo njengengubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abandichasayo baya kwambatha ihlazo, Bazithi wambu ukudana njengengubo yokwaleka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abandichasayo baya kwambatha ihlazo, Bazithi wambu ihlazo njengengubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abandimangalelayo mabavathe ihlazo; ewe, mabalithi wambu oku komnweba.