Psalms 109:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kubulela kuyehova kakulu ngomlomo wam; napakati kwabaninzi ndiya kumdumisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubulela kakhulu kuYehova ngomlomo wam, Ndimdumise phakathi kwabaninzi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kumdumisa kakhulu uYehova ngomlomo wam; ewe, ndiya kumdumisa phakathi kwezihlwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kubhomboloza ndidumisa uNdikhoyo; ndiya kumncoma phakathi kwezihlwele;