Psalms 109:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba eya kuma ngasekunene kwihlwempu, ukuze alisindise kwabo bagweba umpefumlo walo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba emi ekunene kolihlwempu, Ukuba amsindise kwabawugwebayo umphefumlo wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba emi ekunene kolihlwempu, Ukuba amsindise kwabawugxekayo umphefumlo wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba yena uyamxhasa ohlelelekileyo, amhlangule kwabo bamsingela phantsi.