Psalms 11:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, kangela, abakohlakeleyo bayatyeda isipeta; bayalungisa utolo lwabo entanjeni, ukuze batole ngasese ngakuye olungileyo ngentliziyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nabo abangendawo begoba isaphetha, Bezilungisile iintolo zabo entanjeni, Ukuba batole besithele kwabantliziyo zithe tye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba, yabonani, abangendawo batola isaphetha sabo, Bexunele iintolo zabo entanjeni, Ukuba bazingele abathe tye entsithelweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku abantw' abagwenxa sebejolisile ngesaphetha esinotolo, bajolisel' ukulidubul' emnyameni ilungisa.