Psalms 112:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenyaniso akayi kushukunyiswa kude kube ngunapakade: olungisayo woba sekukunjulweni okungunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba akayi kushukunyiswa naphakade; Uya kuba lilungisa elikhunjulwa ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba akayi kushukunyiswa naphakade; Ilungisa liya kukhunjulwa ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ilungisa alisoze ligungqe, laye lingasoze lilibaleke.