Psalms 113:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba abahlalise ndawonye nenkosi, ndawonye nenkosi zabantu bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba amhlalise namanene, Amanene abantu bakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze abonakale kubathetheli, nakubathetheli bohlanga lwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Batsho bangqendeve ndawonye namatshawe; ewe, babe matwa namatshawe abantu bakhe.