Psalms 114:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Juda waba yindawo yake eyingcwele, u‐Sirayeli waba yeyobukosi bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYuda waba yingcwele yakhe, USirayeli waba sisikumkani sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYuda waba yingcwele yakhe, uSirayeli ubukumkani bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uJuda waba libango *likaNdikhoyo, ke yena uSirayeli waba luhlanga lwakhe.