Psalms 115:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uya kwongezelela pezu kwenu; pezu kwenu napezu kwabantwana benu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wonandisa nina ngakumbi nangakumbi, Abandise oonyana benu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uya kunandisa nina nabantwana benu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamana wanandisa uNdikhoyo, nina kunye nezizukulwana zenu.