Psalms 115:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okwezulu, izulu le likayehova; kodwa umhlaba uwunikile konyana babantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amazulu ngamazulu kaYehova, Ihlabathi ulinike oonyana babantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amazulu, ewe, amazulu kaYehova, kodwa umhlaba uwunike oonyana babantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke wona amazulu ngakaNdikhoyo; ke lona ihlabathi walabela oonyana babantu.