Psalms 116:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NDITANDILE ukuba uyehova alive ilizwi lam, n ezikungo zam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyamthanda, ngokuba uYehova eliva Ilizwi lam, ukutarhuzisa kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyamthanda, ngokuba uYehova eliva Ilizwi lam, nemithandazo yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo ndiyamthanda, kuba uyandiva; uyasabela ndakuzibika kuye.