Psalms 118:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zandir̔aula njengenyosi; zicimekile njengomlilo wameva: ngokuba ngegama likayehova ndiya kuzitshabalalisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zingafanelana zindirhawule njengeenyosi: Zocinywa njengomlilo weentsasa; Egameni likaYehova inene ndozinqumla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zingafanelana zindirhawule njengeenyosi; bacinywa njengomlilo wemithana enameva, kuba ndiya kubatshabalalisa egameni likaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena wakha wagutyungelwa libubu leenyosi? Hayi, zazidangazela njengomlilo wameva, kodwa ngamandla kaNdikhoyo ndaziswantsulisa.