Psalms 118:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubunditya̔la kakulu, ukuze ndiwe; kodwa uyehova wandinceda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Undityhale ngamandla wena ukuba ndiwe; Kodwa uYehova wandinceda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Undibethe ndawa, kodwa uYehova wandinceda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zazindityhala ndaphantse ndakhahlelwa phantsi, kodwa nalapho uNdikhoyo wandinceda.