Psalms 118:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova ungamandla am, neculo lam, wada waba lusindiso kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iqhayiya lam nengoma yam nguYehova, Waba lusindiso kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova ungamandla am nendumiso yam, yaye uye waba lusindiso kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingoma yam namandla am nguNdikhoyo; ewe kaloku, ndisindiswa nguye.