Psalms 118:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ungutixo wam wena, ndandiya kukudumisa; ungutixo wam, ndokupakamisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UnguThixo wam, ndiya kubulela kuwe; UnguThixo wam, ndiya kukuphakamisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
UnguThixo wam, ndiya kubulela kuwe; UnguThixo wam, ndiya kukuphakamisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UnguThixo wam, ndiyakubulela; ubungangamsha bakho, Thixo, ndiya kububhengeza.