Psalms 119:101 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndinqandile inyawo zam kuzo zonke indlela ezingalungileyo, ukuze ndigcine ilizwi lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndizinqandile iinyawo zam kwiindlela zonke ezimbi, Ukuze ndiligcine ilizwi lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndizinqandile iinyawo zam kwiindlela zonke ezimbi, Ukuba ndiligcine ilizwi lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyazicezela iindlela ezinengozi, kuba ndithobela ilizwi lakho.