Psalms 119:120 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inyama yam iyangcangcazela ngokwoyika wena: ngokuba ndiyoyika imigwebo yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inyama yam isuka ihambe kukunkwantyiswa nguwe, Ndizoyike izigwebo zakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inyama yam isuka ihambe kukunkwantyiswa nguwe; ndiyayoyika imigwebo yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna ndiziva ndikoyika; sona isigwebo sakho siyandirhwaqelisa.