Psalms 119:126 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Selilixesha lokuba kusebenze uyehova; ngokuba bewapule umteto wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lilixa lokuba uYehova enze, Kuba bawaphule umyalelo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lixesha lokuba wenze, Yehova, ngenxa yokuba bawutshitshisile waza watshitshisa umthetho wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke kungawe, *Ndikhoyo; abantu bawunyathele umyalelo wakho.