Psalms 119:128 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko zonke ingxelo zako ngento zonke ndivumele ukulunga kwazo: kodwa zonke indlela zobuxoki ndizitiyile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko ndithi, Zonke iziyalezo zakho zithe tye ngezinto zonke; Wonke umendo wobuxoki ndiwuthiyile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, ndiyigqala njengelungileyo yonke imiyalelo yakho; yaye ndiwuthiyile wonke umendo wobuxoki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kungoko ndiyilandela imimiselo yakho; ke kona ukunxaxha ndikuthiyile.