Psalms 119:130 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukutyila kwelizwi lako kuyakanyisa; kuyaqondisa izidenge.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukutyhila kwamazwi akho kuyakhanyisa, Kuqondisa abazizidenge.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukutyhilwa kwamazwi akho kuyakhanyisa; inika ukuqonda koswele ukuqonda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lithi lakuchazwa ilizwi lakho kutsho kuthi qwenge; abangazi nto libanika ukuqonda.