Psalms 119:151 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukufupi wena, Yehova! yonke imiyalelo yako iyinyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Usondele wena, Yehova, Yonke imithetho yakho iyinyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukufuphi, Yehova; yonke imithetho yakho iyinyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke wena ukufutshane nam, Ndikhoyo, neziyalo zakho zithembekile.