Psalms 119:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kugitshima endleleni yemiyalelo yako, nxa uya kuyenza banzi intliziyo yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndigidima ngendlela yemithetho yakho, Ngokuba uyenze banzi intliziyo yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuhamba ngendlela yemithetho yakho, ukuba uyenze banzi intliziyo yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuhamba ngokwemiqathango yakho, kuba wena uyivulile ingqiqo yam.