Psalms 119:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uze ungalihluti kanye emlonyeni wam ilizwi lenyaniso; ngokuba nditembele kuzo izigwebo zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukuda ulihluthe emlonyeni wam ilizwi lenyaniso, Ngokuba ndilindele izigwebo zakho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye anilisusanga ngokupheleleyo emlonyeni wam ilizwi lenyaniso; Ngokuba ndikholose ngezigwebo zakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndincede ndiyithethe inyaniso, kuba ithemba lam zizigqibo zakho.