Psalms 119:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kukona ndiya kugcina umteto wako futi, kude kube ngunapakade kanapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndowugcina umyalelo wakho ngamaxesha onke, Ngonaphakade kanaphakade;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndowugcina umyalelo wakho ngonaphakade;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndohlala ndiwuthobela umyalelo wakho; ewe, kude kube ngunaphakade.