Psalms 119:58 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndakungela ubuso bako ngentliziyo yonke: yiba nofefe kum njengokwelizwi lako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubongoza ngentliziyo yonke, Ndibabale ngokwentetho yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithandazele inceba yakho ngentliziyo yam yonke; ndibabale ngokwelizwi lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu, velana nam, ndiyakubongoza; ndibabale ngokwesithembiso sakho.