Psalms 119:77 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inceba zako mazize kum, ukuba ndidle ubomi: ngokuba umteto wako uluyolo lwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mazize kum iimfesane zakho, ndiphile, Ngokuba umyalelo wakho undiyolisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mazize kum iinceba zakho, ndiphile, Ngokuba umyalelo wakho uluvuyo lwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Velana nam, ukuze ndiphile, kuba iqhayiya lam ngumyalelo wakho.