Psalms 119:78 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abaner̔atshi mabadaniswe; ngokuba bendipenule kungeko ndawo: kodwa mna ndiya kucinga ingxelo zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mabadane abakhukhumali, ngokuba bendigobele phantsi ngobuxoki, Mna ndicamngca ngeziyalezo zakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mabadane abakhukhumali; ngokuba bandone bodwa, ke mna ndiya kuyigqala imithetho yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zona izibhoja mazihlazeke, kuba zindirhintyela ngobuqili; ke mna ndocamngca ngemimiselo yakho.