Psalms 119:91 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngezigwebo zako zimi kwada kwanamhla; ngokuba zonke zizicaka zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezo zinto zimele izigwebo zakho nanamhla, Ngokuba iinto zonke zingabakhonzi bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Namhla baphila ngokwemithetho yakho, ngokuba bonke bangabakhonzi bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izigqibo zakho zohlala zihleli; iinto zonke zikhahlela kuwe.