Psalms 119:95 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abakohlakeleyo bandilalele ukundibubisa: kodwa ndokumbula izinqi̔nelo zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abangendawo bandilindile ukuze banditshabalalise; Mna ndigqale izingqiniso zakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abangendawo bendilindele ukuba nditshabalale, Ke mna ndibambe isiluleko sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abakhohlakeleyo bafuna ukunditshabalalisa; ke mna ndiyayetyisa imfundiso yakho.