Psalms 119:96 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndibonile isipelo kuyo yonke imfezeko: kodwa umyalelo wako ubanzi kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yonke inzaliseko ndiyibonile apho iphela khona; Ke wona umthetho wakho ngumphangalala omkhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke inzaliseko ndiyibonile apho iphela khona; Ke wona ucwangco lwakho lubanzi kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyaqonda ukuba ayikho into efezekileyo; ke yona imiqathango yakho ayinantanga ngemfezeko.