Psalms 119:99 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndinokuqonda ngapezu kwabafundisi bam bonke; ngokuba izinqi̔nelo zako zikukucinga kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndinokuqiqa ngaphezu kwabafundisi bam bonke, Ngokuba ngezingqiniso zakho ndiyacamngca.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndinokuqonda ngaphezu kwabo bonke abandifundisayo, Ngokuba iingcinga zakho ziziingcinga zam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibavelele nabafundisayo, kuba ndizinonelele iimfundiso zakho.