Psalms 12:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yokubandezelwa kwamahlwempu, ngenxa yokugula kwabasweleyo, kaloku ndiya kuvuka, utsho uyehova: ndiya kumbeka ekugcinekeni lowo amcekisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yokubhuqwa kweentsizana, ngenxa yokuncwina kwamahlwempu, Ndiya kusuka ndime ngoku, utsho uYehova; Ndiya kumbeka elusindisweni lowo ululangazelelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokubhuqwa kweentsizana, ngenxa yokuncwina kweentsizana, Ndiya kuma ngoku, utsho uYehova; Ndiza kumbeka endaweni ekhuselekileyo ukuze ambethe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndiza kulamla ke ngoku,” utsho uNdikhoyo, “ngenxa yokuba amahlwempu ayacinezelwa, neentsizana ziyancwina. Ndobanika oko kuphumla bakulangazelelayo.”