Psalms 12:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abakohlakeleyo bayahambahamba ngamacala onke, nxa kupakanyiswa ubuncwangu bonyana babantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abangendawo bahambahamba ngeenxa zonke, Xa kuphakanyiswe abangeni phakathi koonyana babantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abangendawo babaleka ngeenxa zonke; Ke abalihlazo baya kuphakanyiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basingqonge macal' onke abantw' abagwenxa, lo gama wonke ubani ekuvuyela ukungcola.