Psalms 121:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
AMEHLO am ndowapakamisela ezintabeni, apo luya kuvela kona uncedo lwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingoma yezinyuko. Ndiwaphakamisele ezintabeni na amehlo am? Luya kuvela phi na uncedo lwam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiwaphakamisela ezintabeni na amehlo am, luvela phi na uncedo lwam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amehlo am ndiwajongis' enkalweni; yaz'ba lovela ngaphi na uncedo lwam?