Psalms 121:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akayi kuvumela ukuba kushukunyiswe unyawo lwako: okugcinayo akayi kwozela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akayi kukha alunikele unyawo lwakho ekutyibilikeni; Akayi kukha ozele umgcini wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akayi kuluyekela unyawo lwakho ekubetheni; akalali lowo ukujongileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena wondibamba lungatyibiliki unyawo lwam; kaloku akozeli, walusa mna.