Psalms 121:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilanga aliyi kukubeta emini, nenyanga ebusuku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emini ilanga aliyi kukwenzakalisa, Nenyanga ebusuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilanga aliyi kukubetha emini, nenyanga ebusuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emini ilanga aliyi kukugqatsa; kanti ke nenyanga ebusuku ayinakukwenza nto.