Psalms 121:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova wogcina ukupuma kwako nokungena kwako, kwa kaloku nje, nakude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uya kukugcina ukuphuma kwakho nokungena kwakho, Kususela ngoku kude kuse ephakadeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uya kukugcina ukuphuma kwakho nokungena kwakho ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene, uNdikhoyo uya kukwalusa, xa uhambayo naxa ubuyayo, kuqalela ngoku kude kube nini-nini.