Psalms 122:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
apo izizwe zinyukela kona, izizwe zikayehova, ngesinqi̔nelo ko‐Sirayeli, ukuya kubulela egameni likayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Apho zinyuka ziye khona izizwe, Izizwe zikaYehova;Ibubungqina ke loo nto kwaSirayeli, Ukuba kubulelwe kwigama likaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Apho zinyuka ziye khona izizwe, ezizizizwe zikaYehova, ukuze zibe lingqina kuSirayeli, zilidumise igama likaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kulapho zityelela khona izizwe; nditsho izizwe zikaNdikhoyo. Kaloku lowo yaba ngummiselo kumaSirayeli ukuba aye kudomboza abulele uNdikhoyo.