Psalms 122:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba apo kuhleli iterone zokugweba, iterone zendlu ka‐Davide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba khona apho kumiswe iitrone zokugweba, Iitrone zendlu kaDavide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba kukho iitrone ezimisiweyo zokugweba, Iitrone zendlu kaDavide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apha kulapho zikhoyo iinkundla; nditsho iinkundla zendlu kaDavide.