Psalms 123:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NDIPAKAMISELE kuwe amehlo am, wena uhleliyo ezulwini!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingoma yezinyuko. Ulohlala emazulwini, Ndiwaphakamisela kuwe amehlo am.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ingoma yezinyuko. Ndiwaphakamisela kuwe amehlo am, wena uhleli emazulwini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*Ndikhoyo, ndikhangela kuwe, wena ohlala emazulwini.