Psalms 127:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hai itamsanqa lendoda empongolo uzele ngabo! abayi kudaniswa, nxa baya kuteta nentshaba esangweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, uyolo lomfo ozalise umphongolo wakhe ngabo! Abayi kudana, Xa bathetha neentshaba esangweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, uyolo lomntu umphongolo uzele ngabo; abayi kudana, kodwa baya kuthetha neentshaba zabo esangweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hay' ukuzimaseka kwendoda enesiphampa sazo! Ayisoze yadeleka mpela, naxa ixambulisana neentshaba enkundleni.