Psalms 128:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uya kudla inzuzo yezandla zako; woba netamsanqa, kwakuya kulunga kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuxelenga kwezandla zakho inene uya kukudla, Uya kuba noyolo wena, kulunge kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uya kudla umsebenzi wezandla zakho; uya kuvuya, uphiliswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Onjalo uyazibona iziqhamo zemisebenzi yakhe; uhlala ngokonwaba enenkqubela.