Psalms 130:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa wena, Yehova! ubuya kunakana izikohlakalo, ngekuma banina, Nkosi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wabunqala ubugwenxa, Yehova, Ngubani na ongaba nokuma, Nkosi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yehova, ebugwenxeni ubugwenxa bakho, ngubani na onokuma, Yehova?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ubuzigcina izono zabantu, Ndikhoyo, ngubani obengasindayo?