Psalms 130:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kukuwe ukuxolela, ukuze ube nokwoyikwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba kunawe ukuxolela, Ukuze woyikwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuwe ke ukuxolela, ukuze woyikwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke wena uyaxolela, khon' ukuze uhlonitshwe.