Psalms 131:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
YEHOVA! intliziyo yam ayir̔atshile, namehlo am akapakamile: andihambi nokuhamba ezintweni ezinkulu, nasezintweni ezindikohlayo ngokuba ngummangaliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingoma yezinyuko; kaDavide. Yehova, intliziyo yam ayiphakamile, amehlo am akaqwayingile; Andihambi ezintweni ezinkulu, Eziyimisebenzi ebalulekileyo kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
iNgoma kaDavide. Kwaye andiziqeqesheli izinto ezinkulu okanye izinto eziphezulu kakhulu kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu, *Ndikhoyo, mna andizigwagwisi; ngokunjalo mna andiziphakamisi. Kaloku andizixakekisi ngemicimbi ephakamileyo kunokuba ndinjalo mna.